INTLUPHEKO
Asithandile Mkiva
Meta Al

Igama lam ndingu Imani Madolo,ndineminyaka elishumi elinesibhozo(18) ndifunda ibanga leshumi(10) elaziwa ngebanga leshumi elinesibini(12) kwelixesha langoku kwisikolo iDalibhunga kwilali yaseNgqeleni eMthatha.

1

Ndihlala noMakhulu wam kunye newele lam uYimani Madolo,abazali bethu asizange sababona.Mna ndinqwenela ukuba nguGqirha(Doctor) xa sele ndikhulile yena uYimani unqwenela ukuba liGqwetha(Lawyer) xa sele ekhulile.

2

Umakhulu wethu ngumntu othengisa amagwinya esikolweni samabanga aphantsi.Bekusekuseni kuvulwa izikolo,ibiyi kota yesine(term 4).Siye salungiselela ukuya esikolweni.Ndikhawuleze ndagqiba mna ndayokwenzela uMakhulu ikofu(coffee)

3

Mna:Nantsi ikofu Makhulu(ndimnika ehleli ebhedini)
Makhulu:enkosi kakhulu Mntanam
Mna:kulungile Makhulu
Ndiye ndaphuma kwigumbi lokulala lika Makhulu,ndiye ndabuza uYimani ukuba akaka kulungeli uhamba uphendule wathi

4

"yima kancinci ndisafaka incwadi zesikolo"ndive ngomakhulu ekhwaza "bantwana bam khawulezani nizashiywa lixesha" ndiphendule ndathi "ewe makhulu sizahamba ngoku",siye sahamba

5
You are free to download, copy, translate or adapt this story and use the illustrations as long as you attribute in the following way:
INTLUPHEKO
Author - Asithandile Mkiva
Illustration - Meta Al, Asithandile Mkiva
Language - isiXhosa
Level - Longer paragraphs