Ermel’s Turtle. Ufudo lukaErmel.
Yolanda Mazeka and Trini Moeggens
Trini Moeggens

Ermel went to shore with his uncle to look for shells ,but what he really wanted was a turtle.
U-Ermel waya elunxwemeni no Malume wakhe ukuya kukhangela amaqokobhe, kodwa eyona nto wayeyifuna yayilufudo.

1

Uncle said turtles rarely come to the shore because they are afraid of people. They mostly visit to lay eggs.

Umalume uthe amafudo awafane eze elunxwemeni kuba esoyika abantu. Ubukhulu becala batyelela ukubeka amaqanda.

2

Ermel brings his turtle everywhere but hides it from everyone.

I-Ermel uhamba nofudo kwakhe yonke indawo kodwa uyalufihla ebantwini bonke.

3

His turtle looked sad. Maybe it’s just hungry? He tries to feed it from time to time but it doesn’t like sweets, rice or potatoes!
Ufudo lwakhe lwalukhangeleka lulusizi. Mhlawumbi lulambile nje? Uyazama ukulityisa ngamaxesha athile.

4

Mum says that the turtle must miss his family but Ermel say it is his best friend.

Umama uthi ufudo kumele ukuba likhumbula usapho lwalo kodwa u-Ermel uthi ngoyena mhlobo wakhe usenyongweni ufudo.

5

Ermel and his mum go to the shore to say goodbye to the turtle.

I-Ermel nomama wakhe baya elunxwemeni ukuya kuthi ndlela-ntle kufudo.

6
You are free to download, copy, translate or adapt this story and use the illustrations as long as you attribute in the following way:
Ermel’s Turtle. Ufudo lukaErmel.
Author - Yolanda Mazeka and Trini Moeggens
Illustration - Trini Moeggens, Yolanda Mazeka
Language - English
Level - First paragraphs